1 Chronicles 17:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Yinto nina angasalekela u‐Davide ukuyiteta kuwe, ngokubekwa kwesicaka sako? ngokuba wena usazi isicaka sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Usaya kongeza ntoni na uDavide, ukuthetha kuwe ngokusingisele ekuzukisweni komkhonzi wakho lo? Wena uyamazi umkhonzi wakho lo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wobuya athini na uDavide kuwe ngenxa yomkhonzi wakho? ngokuba uyamazi umkhonzi wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
“Mandithini, mna Davide, ukuthetha nawe, Ndikhoyo, wena osiwonga kangaka isicaka sakho? Kaloku uyabazi ubunjani besicaka sakho!