1 Chronicles 17:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waubenzile abantu bako o‐Sirayeli ukuba babe ngabantu bako kude kube ngunapakade; nawe, Yehova! waba ngutixo wabo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabenza abantu bakho amaSirayeli baba ngabantu kuwe, kude kuse ephakadeni; wena, Yehova, waba nguThixo kubo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba ubenze abantu bakho amaSirayeli baba ngabantu bakho kude kuse ephakadeni; wena Yehova waba nguThixo wabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waza ke amaSirayeli wawenza abantu bakho ncakasana ngonaphakade. Wena ke, Ndikhoyo, waba nguThixo wabo.