1 Chronicles 17:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, Yehova! wena unguye utixo, nezizinto ezilungileyo uzitetile ngaso isicaka sako:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku, Yehova, unguye uThixo wena; uzithethile ke ngomkhonzi wakho ezi zinto zilungileyo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku, Yehova, unguThixo wena, yaye umthembise ezi ntsikelelo umkhonzi wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena Ndikhoyo, unguThixo! Isicaka sakho esi usenzele esi sithembiso sihle kangakanana.