1 Chronicles 17:27 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako kaloku makukoleke kuwe ukutamsanqela indlu yesicaka sako, ukuba ibeko pambi kwako kude kube ngunapakade; ngokuba wena, Yehova! uyitamsanqele, yaiya kutanyusanqelwa kude kube ngunapakade
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku makukholeke kuwe ukuyisikelela indlu yomkhonzi wakho, ukuba ihlale ihleli phambi kwakho ngonaphakade; ngokuba wena, Yehova, uyisikelele into, yosikeleleka ke ngonaphakade.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku makukholeke kuwe ukuyisikelela indlu yomkhonzi wakho, ukuba ihlale ihleli phambi kwakho ngonaphakade; ngokuba usikelelwe wena, Yehova;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena ubone kufanelekile ukuba uyithamsanqele indlu yesicaka sakho esi, ukuze ihlale ikukhonza njalo. Kaloku wena Ndikhoyo, uyithamsanqele, ngoko ke yothamsanqeleka ngonaphakade!”