1 Chronicles 17:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Apo kusukuba ndihambile kona kunye no‐Sirayeli bonke, ndike ndateta ilizwi na kwomnye wabagwebi bo‐Sirayeli, endibe ndibayalele ukwalusa abantu bam, ndisiti: Yinina ukuba anindakeli indlu yesedare?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ekuhambeni konke, endakuhamba-hambayo namaSirayeli onke, khe ndathetha izwi na nakumnye kubagwebi bakwaSirayeli, endabawisela umthetho wokwalusa abantu bam, lokuthi, Yini na ukuba ningandakheli ndlu yamisedare?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ekuhambeni konke endakuhambayo noonyana bakaSirayeli bonke, ndabaxelela omnye wabagwebi bakwaSirayeli, endabawisela umthetho wokuba babaluse abantu bam, ndathi, Yini na ukuba ungandakheli indlu yomsedare?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oko ndajikeleza ndihamba namaSirayeli, andizange ndikhalaze kwiinkokheli endaziyalela ukuba zaluse abantu bam, andizange ndizibuze ndithi: Ngani ukuba ningandakheli indlu yomsedare?’