1 Chronicles 18:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako u‐Abishai unyana ka‐Tseruya wabulala ama‐Edome emhlanjeni we‐Tyuwa, amawaka alishumi elinesibozo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UAbhishayi unyana kaTseruya wawabulala amaEdom angamawaka alishumi linesibhozo eSihlanjeni seTyuwa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngaphezu koko, uAbhishayi unyana kaTseruya wakwaEdom kwiNtlambo yeTyuwa wabulala ishumi elinesibhozo lamawaka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke uAbhishayi unyana kaZeruya wabulala ishumi elinesibhozo lamawaka amaEdom kwiNtlambo yeTyuwa.