1 Chronicles 18:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Jowabi unyana ka‐Tseruya ebepezu kwomkosi; no‐Yehoshafate unyana ka‐Ahilude ebengumkumbuzi;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uYowabhi unyana kaTseruya wayephethe umkhosi;noYehoshafati unyana ka-Ahiludi wayengumkhumbuzi wezinto zakomkhulu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYowabhi, unyana kaTseruya, ubephethe umkhosi; noYehoshafati, unyana ka-Akiludi, umphathi;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJowabhi, unyana kaZeruya, wayeyinjengele yomkhosi, uYoshafati, unyana ka-Ahilude, engumthathi-manqaku.