1 Chronicles 18:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
no‐Benaya unyana ka‐Yoyada ebepezu kwaba‐Kereti naba‐Peleti; nonyana baka‐Davide bebengabokuqala ngasesandleni sokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UBhenaya unyana kaYoyada ubephethe abancinithi nezigidimi.Oonyana bakaDavide babeyingalo yokunene kukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uBhenaya unyana kaYehoyada wayephethe amaKrete nePleti; yaye oonyana bakaDavide babeyintloko kakumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UBhenaya, unyana kaJoyada, wayongamele abalindi abangamaKreti namaPleti. Ke bona oonyana bakaDavide bengamaphakathi kakumkani aphambili.