1 Chronicles 19:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
KWAYE kute emveni kwoku, ukuba u‐Nahashe ukumkani wosapo luka‐Hamoni wabuba; waza unyana wake waba ngukumkani esikundleni sake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emva koko, wafa uNahashe, ukumkani woonyana baka-Amon; waba ngukumkani unyana wakhe esikhundleni sakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni koko wafa uNahashe ukumkani woonyana baka-Amon, unyana wakhe waba ngukumkani esikhundleni sakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko wafa ukumkani uNahashe wama-Amon, kwaza ke esikhundleni sakhe kwalawula unyana wakhe.