1 Chronicles 2:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati u‐Rame wazala u‐Haminadabi; no‐Haminadabi wazala u‐Nahashone, inkosi yosapo luka‐Juda;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
URam wazala uAminadabhi; uAminadabhi wazala uNashon, inkulu yoonyana bakaYuda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwaye uRame wazala uAminata; uAminadabhi wazala uNashon, intloko yoonyana bakaYuda;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
URam wazala uAminadabhi, uAminadabhi wazala uNashon, inkulu yamaJuda.