1 Chronicles 2:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kekaloku u‐Kalebi, unyana ka‐Hetserone, wazala abantwana ngo‐Hazuba umfazi wake, nango‐Yeriyote: ngaba onyana bake; u‐Yeshere, no‐Shobabe, no‐Radone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UKalebhi, unyana kaHetseron, wazala ngoAzubha umkakhe nangoYerihoti. Ngabo aba oonyana bakhe: uYeshere, noShobhabhi, noArdon.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uKalebhi, unyana kaHetseron, wazala oonyana baka-Azubha umkakhe, noYeriyoti; Ngabo aba oonyana bakhe; iYezere, neSobhabhi, neArdon.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unyana kaHezeron uKalebhi wazalelwa intombi enguJerihoti ngumkakhe uAzubha, waza wazala oonyana abanguYeshere, noShobhabhi, noArdon.