1 Chronicles 2:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wafa u‐Hazuba, waza u‐Kalebi wazizekela u‐Eferata, owamzalela u‐Hure.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafa uAzubha; uKalebhi wazeka uEfrata; wamzalela uHuri.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafa uAsubha, uKalebhi wamthabatha uEfrata, wamzalela uHure.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akusweleka uAzubha uKalebhi wathatha uEfrati owazala uYuri.