1 Chronicles 2:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayenomnye umfazi u‐Jeramele, ogama lingu‐Hatara; ebengunina ka‐Oname yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYerameli ebenomnye umfazi, igama lakhe linguAtara;ubengunina kaOnam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYerameli ebenomnye umfazi, ogama belinguAtara; ibingu mama ka Onam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UJerameli ebenomnye umfazi ogama linguAtara, owayengunina kaOnam.