1 Chronicles 2:28 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Oname bebengu‐Shamai no‐Yada: nonyana baka‐Shamai; ngu‐Nadabi, no‐Abishure.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaOnam babenguShamayi, noYada. Oonyana bakaShamayi nguNadabhi, noAbhishure.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaOnam nguShemayi noYada noonyana bakaSamayi; uNadabhi noAbisur.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaOnam nguShamayi noYada. Oonyana bakaShamayi nguNadabhi noAbhishure.