1 Chronicles 2:42 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Kalebi umninawe ka‐Jeramele: ngu‐Mesha owamazibulo wake, (lo unguyise ka‐Zifi,) nonyana baka‐Maresha uyise ka‐Hebrone.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaKalebhi, umkhuluwa kaYerameli, nguMesha amazibulo akhe, obenguyise wabaseZifi, noonyana bakaMaresha, uyise kaHebron.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaKalebhi, umntakwabo Yerameli, yayinguMesha amazibulo akhe, uyise kaSife noonyana bakaMaresa, uyise kaHebron.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Amazibulo kaKalebhi, umntakwabo-Jerameli, nguMesa. UMesa wazala uZifi, uZifi wazala uMaresha, ukhokho weHebron.