1 Chronicles 2:50 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Aba bebengonyana baka‐Kalebi unyana ka‐Hure, owamazibulo ka‐Eferata: u‐Shobali uyise we‐Kiriyate‐yarime,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngabo aba oonyana bakaKalebhi: ngoonyana bakaHuri, amazibulo kaEfrata; uShobhali ozala amaKiriyati-yeharim;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo abo oonyana bakaKalebhi, unyana kaHure, amazibulo kaEfrata; nguSobhali uyise kaKiriyati-yeharim;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Naba balandelayo bakwayinzala kaKalebhi: Oonyana bakaYuri, amazibulo kaEfrata, nguShobhali ukhokho weKiriyati-yarim.