1 Chronicles 2:6 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Zera: ngu‐Zimri, no‐Etane, no‐Hemani, no‐Kalikoli, no‐Dara: aba bonke bangabahlanu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaZera nguZimri, noEtan, noHaman, noKalekole, noDara; bebonke bahlanu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaSeraki yayinguSheraki; uZimri, uEtan, uHeman, uKalkoli noDara, bebahlanu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaZera nguZimri, noEtan, noHeman, noKalkoli, noDara. Bebonke babebahlanu.