1 Chronicles 21:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wapakama u‐Satane ngakubo o‐Sirayeli, wamvusa u‐Davide ukuba abale abantu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku uSathana wesukela phezulu kumaSirayeli, waxhokonxa uDavide ukuba awabale amaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku uSathana wabasukela oonyana bakaSirayeli, wamlinga uDavide ukuba awabale amaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uSathana wavukela uSirayeli ngokuxhokonxa uDavide ukuze awabale amaSirayeli.