1 Chronicles 21:14 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako uyehova watuma isifo esibubisayo kwa‐Sirayeli; aza awa ko‐Sirayeli amadoda angamawaka angamashumi asixe̔nxe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova wathoba ke indyikitya yokufa kwaSirayeli; kwawa amashumi asixhenxe amawaka amadoda kwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova wathumela isibetho kuSirayeli, kwaza kwafa amashumi asixhenxe amawaka amadoda kwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uNdikhoyo wathumela isibetho sikabhubhani kwaSirayeli, kwaza kwafa amadoda angamashumi asixhenxe amawaka.