1 Chronicles 21:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Davide ku‐Jowabi, nakwinkosi zabantu: Hambani, niye nibale o‐Sirayeli, kwa se‐Beresheba kude kube se‐Dane, nilizise inani labo kum, ukuba ndilazi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ke uDavide kuYowabhi nakubathetheli babantu, Khaniye, niwabale amaSirayeli, nithabathela eBher-shebha, nide nise kwaDan, nilizise kum, ndilazi inani lawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kuYowabhi nakubathetheli babantu, Hambani niye kuwabala amaSirayeli, nithabathele eBher-shebha, nide nise kwaDan; undizisele inani labo, ndilazi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wathetha noJowabhi nabanye abaphathi bomkhosi, wathi kubo: “Yiyani kubala amaSirayeli, niqale eBheshebha, nime kwaDan. Nakugqiba ke nize nindinike ingxelo, ukuze ndilazi inani lawo.”