1 Chronicles 21:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati akujika u‐Orenane, wabona ingelosi; bati onyana bake bobane, abebenaye, bazimela: kekaloku u‐Orenane ebebula inqolowa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi guququ uOrnan, wasibona isithunywa; oonyana bakhe abane ababenaye bazimela; ke uOrnan wayebhula ingqolowa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wajika uOrnane, wabona isithunywa; oonyana bakhe abane abakunye naye bazimele. Ke uOrnane wayebhula ingqolowa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uthe esabhula ingqolowa uAravena waguquka, wabona isithunywa sikaThixo, baza oonyana bakhe abane ababekunye naye bazimela.