1 Chronicles 21:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Davide ku‐Orenane: Ndinike indawo yesibaya sokubula, ukuba ndakele uyehova isibingelo kuyo; ngenxa yemali ezalisekileyo woyinika kum; ukuze kunqamke esisibulalo ebantwini.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide kuOrnan, Ndinike le ndawo yesanda, ndimakhele uYehova khona isibingelo; wondinika ngenani elizeleyo, sithintelwe isibetho ebantwini.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kuOrnan, Ndinike esi sandá, ndimakhele khona uYehova isibingelelo; ndinike ngexabiso elizalisekileyo, sithintelwe isibetho sabantu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UDavide wathi kuye: “Ndinike lo mhlaba sikuwo esi sanda sokubhula, ukuze ndakhele uNdikhoyo iqonga lamadini, khon' ukuze isibetho sikabhubhani sinqamke ebantwini. Ndithengisele wona ngexabiso lawo.”