1 Chronicles 21:4 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ilizwi lokumkani belinamandla pezu kwelika‐Jowabi. Ngako wapuma u‐Jowabi, wacanda kuyo yonke i‐Sirayeli, wada weza e‐Yerusaleme.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Laqinisela ilizwi lokumkani kuYowabhi. Waphuma ke uYowabhi, wahambahamba kumaSirayeli onke, weza eYerusalem.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Laqinisela ilizwi lokumkani kuYowabhi. Wemka uYowabhi, wacanda kumaSirayeli onke, weza eYerusalem.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kambe ke ilizwi likakumkani lamoyisa uJowabhi, waza wemka uJowabhi wamtyhutyha wonke uSirayeli, kamva ke wabuyela eJerusalem.