1 Chronicles 22:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kaloku, nyana wam! wanga uyehova angaba nawe; uze utamsanqeleke, wake indlu kayehova, utixo wako, njengoko akutetileyo ngawe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku, nyana wam, uYehova makabe nawe, ube nempumelelo, uyakhe indlu kaYehova uThixo wakho, njengoko akuthethileyo ngawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke kaloku, nyana wam, ngamana uYehova angaba nawe! ube nempumelelo, uyakhe indlu kaYehova uThixo wakho, njengoko wakuthethayo kuwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke ngoku, nyana wam, ngamana wanawe uNdikhoyo; ngamana waphumelela ekuyakheni indlu kaNdikhoyo uThixo wakho, nanjengoko wayethe uya kuyakha.