1 Chronicles 22:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Makati kodwa uyehova akunike ubulumko nokuqonda, akumise pezu kwo‐Sirayeli; uze uwugcine umteto kayehova, utixo wako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kodwa ke uYehova makakunike ukuqiqa nokuqonda, akuwisele umthetho ngamaSirayeli, ukuba uwugcine umyalelo kaYehova uThixo wakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
NguYehova kuphela okunika ubulumko nokuqonda, nokukuyalela ngoSirayeli, ukuze uwugcine umthetho kaYehova uThixo wakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UNdikhoyo ngamana wakupha ingqiqo nokuqonda xa ekufaka ukuba wongamele uSirayeli, khon' ukuze uwuthobele umthetho kaNdikhoyo uThixo wakho.