1 Chronicles 22:15 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako bako nawe abasebenzi ngobuninzi, ababazi, nencibi zamatye, nezemiti, nabo bonke abalumkileyo emisebenzini yonke.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Unabo bebaninzi abasebenzi bomsebenzi, abaxholi neengcibi zamatye nezemithi, nabalumkileyo emisebenzini yonke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo baninzi kuwe abasebenzi, abaxholi, nabasebenza ngamatye nemithi, namadoda onke angamagcisa emsebenzini wonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unabo baninzi abasebenzi, abaqingqi bamatye, iingcibi nabachweli, kunye namadoda angamachule kuzo zonke iindidi zomsebenzi.