1 Chronicles 22:17 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako u‐Davide wayalela zonke inkosi zakwa‐Sirayeli ukuba zimncede u‐Solomone unyana wake, esiti:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wabawisela umthetho bonke abathetheli bakwaSirayeli, ukuba bamncede uSolomon unyana wakhe, wathi,
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waphinda uDavide wabawisela umthetho zonke iinkosana zakwaSirayeli, ukuba zincede uSolomon unyana wakhe, wathi:
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke uDavide waziyalela zonke iinkokheli zakwaSirayeli ukuze zincedisane naye unyana wakhe uSolomon.