1 Chronicles 23:10 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nonyana baka‐Shimehi: ngu‐Yahati, no‐Zina, no‐Yehushe, no‐Beriha: aba bebengonyana baka‐Shimehi, abane,
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShimehi nguYahati noZina, noYehushe, noBheriya. Ngabo abo oonyana bakaShimehi; bane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaShimehi nguYahati, noSina, noYewuse, noBheriya. Abo bane yayingoonyana bakaShimehi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaShimeyi bane: nguYahati owamazibulo, kulandele uZina, ibe nguJewushe noBheriya. Ke uJewushe noBheriya babengenanyana baninzi, yaza inzala yabo yabalelwa ekubeni yindlu enye.