1 Chronicles 23:11 — Compare Translations

3 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
u‐Yahati ebengowokuqala, no‐Ziza ebengowesibini: kodwa u‐Yehushe no‐Beriha bebengenonyana abaninzi bona; ngako bebeyindlu yoyise ngokubalwa kunye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYahati wayengomkhulu, uZiza engowesibini; ke uYehushe noBheriya bebengenanyana baninzi; ngoko ke baba ludidi olunye, babalelwa kwindlu yoyise.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYahati wayengomkhulu, noSisa owesibini; ke uYehuse noBheriya bebengenanyana baninzi; ngenxa yoko baba nenani elinye ngokwezindlu zooyise.