1 Chronicles 23:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Hebrone: u‐Jeriya ebengowokuqala, u‐Amariya ebengowesibini, u‐Yahaziyeli ebengowesitatu, no‐Yekamame ebengowesine.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Koonyana bakaHebron nguYeriya inkulu, noAmariya owesibini, noYahaziyeli owesithathu, noYekamam owesine.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Koonyana bakaHebron; Owokuqala nguYeriya, owesibini nguAmariya, owesithathu nguYahaziyeli, owesine nguYekameyam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Inkulu yoonyana bakaHebron abane nguTeriya, ibe nguAmariya, noYaziyeli, noYekamam.