1 Chronicles 23:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WAZA wahlanganisa zonke inkosi zakwa‐Sirayeli, nabaperisite, naba‐Levi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wabahlanganisa bonke abathetheli bamaSirayeli, nababingeleli, nabaLevi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wazihlanganisa zonke izikhulu zakwaSirayeli nababingeleli nabaLevi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kananjalo waqokelela zonke iinkokheli zakwaSirayeli kunye nababingeleli nabaLevi.