1 Chronicles 23:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Merari: ngu‐Mahali, no‐Mushi. Onyana baka‐Mahali: ngu‐Elezari, no‐Kishe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaMerari nguMali noMushi. Oonyana bakaMali nguElazare noKishe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaMerari nguMali noMushi oonyana bakaMagali; uElazare noKis.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaMerari nguMali noMushi. Oonyana bakaMali nguElazare noKishe.