1 Chronicles 23:25 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngokuba ebete u‐Davide: Uyehova, utixo wo‐Sirayeli, ubapumzile abantu bake, waeya kuhlala e‐Yerusaleme kude kube ngunapakade:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ngokuba uDavide ubesithi, UYehova, uThixo kaSirayeli, ubaphumzile abantu bakhe; uhleli eYerusalem kude kuse ephakadeni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngokuba wathi uDavide, uYehova, uThixo kaSirayeli, ubaphumzile abantu bakhe, ukuze bahlale eYerusalem kude kuse ephakadeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku uDavide wathi: “Ngoku uNdikhoyo uThixo kaSirayeli ubanike ukuphumla abantu bakhe; yena ke uya kusoloko ehlala ehleli eJerusalem.