1 Chronicles 23:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nakanjako ngaba‐Levi: Mabangabi senokutwala itabanakele, nazo zonke impahla zayo ezizezenkonzo yayo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kananjalo ke abaLevi akusafuneki ukuba bawuthwale umnquba, neempahla zawo zonke zenkonzo yawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
NakubaLevi; bangabi sawuthwala umnquba, neempahla zawo zenkonzo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke abaLevi aba akuseyomfuneko kubo ukuthwala isibingelelo nezixhobo ezisetyenziswa kuso.”