1 Chronicles 23:32 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nokuba bagcine isigcinelo sentente yentlangano, nesigcinelo seyingcwele indawo, nesigcinelo sonyana baka‐Arone abazalwana babo, enkonzweni yendlu kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
bagcine isigxina sentente yokuhlangana, nesigxina sengcwele, nesigxina soonyana baka-Aron, abazalwana babo, ukuba bakhonze endlwini kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yaye babenyamekela inkonzo yentente yokuhlangana nenkonzo yengcwele nenkonzo yoonyana baka-Aron, abazalwana babo, enkonzweni yendlu kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoko ke abaLevi abo bawuqhuba umsebenzi wabo apho esibingelelweni nakwindawo engcwele, bephantsi kwabantakwabo abayinzala ka-Aron, belungiselela apho endlwini kaNdikhoyo.