1 Chronicles 23:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Shimehi: ngu‐Shelomiti, no‐Haziyeli, no‐Harane, abatatu. Aba bebezintloko zendlu zoyise zika‐Lahadane.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShimehi nguShelomiti, noHaziyeli, noHaran;bathathu. Zizo ezo iintloko zezindlu zooyise zikaLadan.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaShimehi yayinguAsh. uShelomiti noHasiyeli noHaran bathathu. Zizo ezo iintloko zezindlu zooyise zakwaLaedan.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaShimeyi nabo bathathu: nguShelimoti, noHaziyeli, noHaran. Zizo ezo ke iinkulu zezindlu zakwaLadan.