1 Chronicles 24:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabonyana baka‐Levi abaseleyo: abonyana baka‐Hamerame; ngu‐Shubaweli: abonyana baka‐Shubaweli; ngu‐Jedeya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke koonyana bakaLevi abaseleyo ngaba: koonyana baka-Amram nguShubhayeli; koonyana bakaShubhayeli nguYedeya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngabo aba oonyana bakaLevi: koonyana baka-Amram; koonyana bakaTsubhayeli; Yehdeja.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi ke ezinye iinkulu zezindlu zakwaLevi: koonyana baka-Amram nguShubhayeli, koonyana bakaShubhayeli nguYedeya,