1 Chronicles 24:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Abaka‐Rehabiya: abonyana baka‐Rehabiya; oyintloko ngu‐Yishiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
NgoRehabhiya: koonyana bakaRehabhiya, intloko nguIshiya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uRehabhiya: koonyana bakaRehabhiya, owamazibulo nguYese.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
koonyana bakaRehabhiya inkulu nguIshiya,