1 Chronicles 24:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Umninawe ka‐Mika ebengu‐Yishiya: abonyana baka‐Yishiya; ngu‐Zekariya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Umkhuluwa kaMika nguIshiya; koonyana bakaIshiya nguZekariya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Umninawa kaMika nguYese; koonyana bakaYese; uZekariya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
koonyana bakaIshiya, umntakwabo-Mika, nguZekariya,