1 Chronicles 24:26 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Merari; ngu‐Mahali, no‐Mushi. Onyana baka‐Yaziya; ngu‐Beno.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaMerari nguMali noMushi, oonyana bakaYahaziya unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaMerari nguMagali noMushi; oonyana bakaYasiya; Beno.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
koonyana bakaMerari nguMali noMushi, koonyana bakaYaziya, unyana kaMerari, nguBheno, noShoham, noZakure, noHibri,