1 Chronicles 25:30 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
elamashumi mabini anesitatu ku‐Mahaziyote; yena, n onyana bake, nabazalwana bake, bebelishumi elinesibini:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
elamashumi omabini anesithathu noMahaziyoti: yena noonyana bakhe nabazalwana bakhebaba lishumi elinababini;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
elamashumi omabini anesithathu noMahashiyoti: yena noonyana bakhe nabazalwana bakhe baba lishumi elinababini;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
elamashumi amabini anantathu: elikaMaziyoti,