1 Chronicles 26:1 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
NGAZO izahlulo zabalindimnyango: ngawo ama‐Kora: u‐Meshelemiya, unyana ka‐Kore, owakubo onyana baka‐Safa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke amaqela abamasango: kumaKora yayinguMeshelemiya unyana kaKore, kubo oonyana baka-Asafu.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke amaqela abamasango: kumaKorogi nguMeshelemiya unyana kaKora, koonyana baka-Asafu.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi iintloko zamaqela abagcini-masango endlu kaThixo: KumaKora yayinguMeshelemiya unyana kaKore wendlu ka-Asafu.