1 Chronicles 26:12 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Zizo ezi izahlulo zabalindimnyango, amadoda azintloko, abalindi kwa kunye nabazalwana babo, kuze kukonzwe endlwini kayehova.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Loo maqela abamasango, iinkulu zamagorha, zaphathiswa izigxina kunye nabazalwana babo, ukuba balungiselele endlwini kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Phakathi kwabo kwakukho amaqela abagcini-masango, phakathi kweenkokeli ezazinabalindi ukuze bakhonze endlwini kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
La maqela abagcini-masango aphantsi kweenkokheli zawo xa ewonke ayenesigxina sawo sokulungiselela endlwini *kaNdikhoyo.