1 Chronicles 26:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
U‐Shupime no‐Hosa labapumela ngasentshonalanga, kunye nesango le‐Shalekete, ngasendleleni epakamileyo yokunyuka, umvaṙasho malungana nomvaṙasho.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
ElooShupim noHosa laba lelangasentshonalanga, kunye nesango leShalekete emendweni onyukayo, umlindo umalunga nomlindo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Iqashiso likaSupime noHosa laphumela ngasentshona, nesango laseSalege, ngendlela enyukayo, ukuze kugadwe abalindi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
ElooShupim noHosa iqashiso laba lelokugada isango elingasentshonalanga kunye nesango leShalekethe endleleni enyukayo. Abagadayo babengamaqela alandelanayo.