1 Chronicles 26:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nabazalwana bake ngo‐Eliyezeri: u‐Rehabiya ebengunyana wake; u‐Yisaya ebengunyana wake; u‐Yorame ebengunyana wake; u‐Zikeri ebengunyana wake; u‐Shelomiti ebengunyana wake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abazalwana bakhe bakwaEliyezere nguRehabhiya unyana wakhe, noYeshaya, unyana wakhe, noYoram unyana wakhe, noZikri unyana wakhe, noShelomoti unyana wakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abazalwana bakhe bakwaEliyezere; unyana wakhe uRehabhiya, uIsaya unyana wakhe, uYoram unyana wakhe, uZigri unyana wakhe, uShelomoti unyana wakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UShebhuweli wayezalana noShelomiti. Kaloku uElizere, umntakwabo-Gershom, wazala uRabhiya, uRhabhiya wazala uYeshaya, uYeshaya wazala uYoram, uYoram wazala uZikri, uZikri wazala uShelomiti.