1 Chronicles 26:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Onyana baka‐Shemaya: ngu‐Hoteni, no‐Refali, no‐Obedi, n o‐Lezabadi, obazalwana bebengamadoda akalipileyo, u‐Elihu, no‐Semakiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Oonyana bakaShemaya ngoo-Oteni, noRafayeli, no-Obhedi, noElizabhadi, kunye nabazalwana bakhe, amadoda anobukroti, uElihu noSemakiya.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Oonyana bakaShemaya nguShemaya; uOtni noRefayeli no-Obhedi, uElisabadi, abazalwana bakhe babengamadoda anamandla, uElihu noSemágya.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oonyana bakaShemaya aba ngoo-Oteni, noRafayeli, no-Obhedi, noElizabhadi, kunye nabona badume ngobukroti uElihu noSemakiya.