1 Chronicles 27:16 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo pezu kwezizwe zo‐Sirayeli bebengaba: umpati wama‐Rubene ebengu‐Eliyezeri, unyana ka‐Zikeri; owama‐Simone ebengu‐Shefatiya, unyana ka‐Mahaka;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke izizwe zakwaSirayeli zaphathwa ngaba: kumaRubhen inganga ibinguEliyezere unyana kaZikri; kumaSimon nguShefatiya unyana kaMahaka;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kananjalo ezizweni zakwaSirayeli: ukumkani woonyana bakaRubhen nguEliyezere, unyana kaSigri; koonyana bakaSimon nguShefatiya unyana kaMaki;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Nazi izibonda zezizwe zakwaSirayeli: kwaRubhen yayinguElizere unyana kaZiki; kwaSimon yayinguShefatiya unyana kaMahaka;