1 Chronicles 27:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owama‐Juda ebengu‐Elihu, owabakuluwe baka‐Davide; owama‐Yisakare ebengu‐Omri, unyana ka‐Mikaheli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwesakwaYuda nguElihu, wakubazalwana bakaDavide;kwesakwaIsakare nguOmri unyana kaMikayeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
KwaYuda, uElihu omnye wabantakwabo Davide; kuIsakare, inguOmri, unyana kaMikayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaJuda yayinguElihu umntakwabo-Davide; kwaIsakare yayinguOmri unyana kaMikayeli;