1 Chronicles 27:19 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owama‐Zebulone ebengu‐Yishemaya, unyana ka‐Hobadiya; owama‐Nefatali ebengu‐Jerimote, unyana ka‐Zariyeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwesakwaZebhulon nguIshemaya unyana kaObhadiya;kwesakwaNafetali nguYerimoti unyana ka-Azeriyeli;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwaZebhulon nguIshmaya unyana kaObhadiya; kwaNafetali nguYerimoti unyana ka-Aseriyeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwaZebhulon yayinguIshmaya unyana kaObhadiya; kwaNafetali yayinguJerimoti unyana ka-Azeriyeli;