1 Chronicles 27:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owesiqingata sesizwe sika‐Manase e‐Gileyadi ebengu‐Hido, unyana ka‐Zekariya: owama‐Benjamine ebengu‐Yahasiyeli, unyana ka‐Abenere;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
kwisiqingatha sikaManase eGiliyadi nguIdo unyana kaZekariya; kwesakwaBhenjamin nguYahasiyeli unyana ka-Abhinere;
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
kwisiqingatha sesizwe sakwaManase eGiliyadi nguIdo unyana kaZekariya; kwaBhenjamin nguYahaziyeli unyana ka-Abhinere;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
kwisiqingatha sesizwe sikaManase esiseGiliyadi: yayinguIdo unyana kaZakariya; kwaBhenjamin yayinguYasiyeli unyana ka-Abhinere;